AHA! prayer in English, isiXhosa and Afrikaans

A prayer for Authentic Hopeful Action (AHA!)

  • In preparation for 2 December at UWC

O God of deep love, God of surprises

God of creativity and playfulness….

Like an artist,

you have created us all in your wonderful image

And infused us with your breath of life-in-all-its-fulness

For goodness, for joy, for freedom….yes, child-like….

To fully experience your reign of joy

You have not made us for eternal misery, despair or violence

Forgive us wherever we have succumbed to this false gospel….

Help us to lament…

Your cross is the everlasting symbol of victory over death, violence and deception

Your resurrection is the eternal message of life and hope

Bring us all to a greater awareness of this….

Exhale your Spirit once again so that we may fully inhale it

To live lives of authentic hopeful action…

So that we may, once again, experience your AHA moment!

Umthandazo Wexesha lezenzo ezithembekileyo ezinyanisekileyo (AHA!)

Thixo wothando olunzulu, Thixo wemimangaliso

Thixo wobugcisa, Thixo okwaziyo ukudlalisa

Ufana nomqambi

sonke usenze ngokomfanekiso wakho omhle

Sonke wasifaka ngaphakathi umphefumlo wakho onika ubomi ngokuzalisekileyo

Ngokulunga, ngokonwaba, nge nkululeko…ewe, njengomntwana

Ukuze sibuxhamle ngobunjalo babo ubukumkani bolonwabo lwakho

Awusenzelanga kusokola kwanaphakade, ungxunguphala okanye ubundlobongela

Sixolele apho sithe sathobela ezimfundiso zobuxoki

Sincede sibonakalise

Umnqamlezo wakho ungumfanekiso ongunaphakade waloyiso phezu kokufa, ubundlobongela nokuqhathwa

Ukuvuka kwakho ekufeni ngumyalezo ongunaphakade wobomi ne themba

Singenise sonke ekukwazini okukhulu koku…

Phefumla kwakhona umphefumlo wakho ukwenzela siwuphefumle ngobukhulu bawo

Ukuphila ubomi bezenzo ezithembekilo ezinyanizekileyo

Ukwenzela ukuba, kwakhona sixhamle ixesha lezenzo ezithembekileyo ezinyanisekileyo (AHA)

’n AHA!-gebed

  • In voorbereiding op 2 Desember by UWK

O God van innige liefde, God van verrassings

God van kreatiwiteit en humor

Soos ’n kunstenaar

Het U ons almal na u eie wonderbare beeld geskape

En ons met die lewe in alle volheid gevul

Vir goedheid, vir vreugde, vir vryheid….ja, kinderlik…

Om u heerskappy van vreugde ten volle te ervaar

U het ons nie geskape vir ewigdurende tragedie, moedeloosheid of geweld nie

Vergewe ons waar ons die knie voor sulke valsheid gebuig het

Help ons om daaroor hartseer te wees

U kruis bly die simbool van oorwinning oor die dood, geweld en misleiding

U opstanding is die ewige boodskap van lewe en hoop

Maak ons almal toenemend bewus hiervan

Laat u Gees weer by ons bly sodat ons dit opnuut kan inneem

Sodat ons ’n lewe vol opregtheid en hoop kan leef

En sodat ons weer u AHA!-oomblik kan ervaar!

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s

%d bloggers like this: